UBroos akayizwa eyokubekwa kukaLepasa ebhentshini
Umqeqeshi weBafana Bafana uHugo Broos usezwakalise ukungenami ngokubekwa kukaZakhele Lepasa ebhentshini kwimdlalo yeDStv Premiership. Empeleni uBroos uveze ukuthi iyamxaka eyokungaqaliswa kukaLepasa imidlalo njalo kwi-Orlando Pirates